Isilo somlambo
Ukulanda isiko ngokubonga
Ngolurhatya mawethu ndithi kamnandi ❤️
Thetha nam moya ngobani aba bezayo 🐆🕊️🥁🥁📿
Ndonakalelwa
Ngcaphephe ndini zakwaxhosa,
Nkonde ndini zakwaGqirha ,
Khoboka ndini lentsipho,
Aww!!ndonakalelwa
Maxhosa ndini adume ngobuxelegu,
Maxaxavithi ndini adume ngobuxoki,
Maxoki ndini axilonga axakeke ngenyaniso,
Ahhw!!ingaba nizithathaphi ezindaba?
Ngubani nha ebenovuma elonyala?
Ngubani nha ebenozigiba kulomgodi?
Kudala ndibona kwanele,
Kudala ndifunisa lide elithuba
Ndanele,
Andiceli silivere nagolide,
Koko ndithi makukhanye kumnyama,
Ndithi makulunge kuba konakele,
Aaaww!! Ndonakalelwa nikhona.
Ukuba ndinetyala tarhu shlwele,
Uzungaqumbi uqalekise qamata,
Uzuqale uqule ndizawunqula,
Atsho namagqirha xa ezakunqula.
Lithi lakuthambeka ndoyike,
Ngoba kaloku uzakuthi nqo,
Uxele iinkunzi ezimalinda zirhogola umthonyama,
Ndonakalelwa
Mandiniyeke kaloku bantwana bomgquba,
Mandiniyeke bantwana bendlw'emnyama,
Ngobakaloku ndizakude ningeva.
One day u will love me like I did n miss me like I missed you but at that moment I will be gone to miss u back 😪
Like my page IIsilo somlambosIsilo somlambo
You tell me say make I no worries😪
That everything is gonna be ok😢
You the father to the father less😧
The miracle working god✝️
You make a blind man to see😤
You make a cripple man to walk🙏
You are the lilly of Galilee🙌
You make impossible to possible🙏
Amen
Yini nha ukudela indlu
Emnyama
Yini nha ukudela ubuqawuqawuli
Nobuhle Besizwe sikaxhosa
Ndiyazingca ngobugcaleka
Andizoyikiseli
unendlebe nje unetyala
🕯️🔊
Iphimile bantakwethu .... happy heritage📣📣📣🕯️
Happy heritage day ❣️💝South Africa❣️💝
Khanindiboleke amabhunguza ngamabini
Ndawuhlanganisa
Ngelinye
Ndigalele ngelinye
somlambo
Isilo somlambo Send a message to learn more
Am not a friend to anyone but friendly to anyone💦💭
Khaniphakameni madoda imbi into eniyenzayo😪😭😭😭🤞
Click here to claim your Sponsored Listing.
Category
Contact the establishment
Telephone
Website
Address
SIMA