UCR FM RADIO
Official Page of UCR Fm. Broadcasting in IsiXhosa, English & SeSotho. Frequency: 97.0Mhz
25/12/2025
The golden years no DJ Tyisu mntana Happy Christmas mphulaphuli
"Sisibane sikaYehova umphefumlo wontu. Siphengulula zonke iingotsi zombilini"
Ufuna ukugodusa bani?
#
Topic: Ucinga ukuba ezazicwangciso zakho zokuqala konyaka ufumene zangaphi xa ujonga ngemva. Out of 10 wena ufumene zangaphi?
24/12/2025
Usimamele uphi namhlanje?
24/12/2025
Mid-Day Pulse Show SandieM
Uluqale njani usuku Lwakho?
Call/Whatsapp 0820920901
SandieM
"Athi ke mna, mntu uludwayi! Azi, ngubani na oya kundihlangula kulo mzimba woku kufa?
Ufuna ukugodusa bani emva kwalemini?
Topic: Xa umelwane wakho enomcimbi, angakumemi, ubone nje kugcwele kwakhe. Ungaya na engakubizanga?
23/12/2025
23/12/2025
Mid-Day Pulse Show SandieM
Who do you Choose uthi Happy Holidays kubani?
Call/Whatsapp 0820920901
SandieM
"Ukuba ke umntu akanaye uMoya kaKristu, akangowakhe lowo"
Click here to claim your Sponsored Listing.
Category
Contact the business
Telephone
Address
Nelson Mandela Drive
Umtata
5099
Alerts
Be the first to know and let us send you an email when UCR FM RADIO posts news and promotions. Your email address will not be used for any other purpose, and you can unsubscribe at any time.